Lelethu Ngcokovana

Lelethu Ngcokovana Distributor: Phytomed Khoisan Herbal Product

Join: R170

04/04/2024

Nantso ker๐Ÿ“๐Ÿ“

04/04/2024

UTHANDO

Ndiyindonda kwiintlanti zakwaXhosa
Ebendiyithethile andiyijiki,
Yithi nta indlebe okomvundla omamel'izandi,
Rhabul'apha kulebhekile ndiyiphetheyo.

Ndihambile ndifuna oluthando
Suke ndabuya nenyembezi,
Suk' intliziyo yam yaphalal'igazi,
Nam bendingazi bendifun'uthando lwenyaniso,
Suk' inyembezi zanqaml'imibombo sisijwili.

Lundehlule uthando,
Ndithath'ixesha ukwetyisa ngezothando,
Kudala ndikhwezel'ayid'ivuthwe lembiza,
Ndothul'umnqwazi Kuba lendaba yothando ibanzi.

Uthando lundehlule,
Umntu ufana nelanga lon'elivela liphinde litshone,
Ndihlukumezekile nditsho emphefumlweni,
Ndihlukumezekile nditsho nasengqondwe.

Bendithi ndizskufuman'uthando
Olunjengothando
Kanti intliziyo yam iqhatha Ingqondo,
Ndiyithabathile intliziyo yam kwezothando,
Kuba lundehlule uthando.

Umbali: L Ngcokovana

04/04/2024

Namhlanje ndizobe ndibhala iPoem about ngoThando. Ukuba uno Facebook hlala uready njalo๐Ÿ“๐Ÿ“

24/09/2023

Ninxibise abantwana iimpahla zakomawabk ๐Ÿ‡ฟ๐Ÿ‡ผ๐Ÿ‡น๐Ÿ‡ป๐Ÿ‡น๐Ÿ‡ผ๐Ÿ‡ป๐Ÿ‡บ๐Ÿ‡ฟ๐Ÿ‡ฒ๐Ÿ‡บ๐Ÿ‡ฌ๐Ÿ‡ณ๐Ÿ‡ฌ

21/09/2023

Wakhe wadinwa ngaphakathi? Uzive maan you don't have strength to carry on because the challenges ozifumanayo are bigger than your powers๐Ÿ˜ญ the other part of yourself is telling you not to give up and the others says it's not worth it. Urhalele ukhupha imbilini yakho but unqandwe yilack of trust. Uyikhangele uyincame ivalue yobomi. Life can be so draining sometimes๐Ÿ’”

Address

Alice

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lelethu Ngcokovana posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Lelethu Ngcokovana:

Share