Building the GRAVE

Building the GRAVE call me or email me

08/07/2018

NINGANDILIBALI BAHLALI OFUNUKWAKHELA UMNTU WAKHE INGCWABA NDIKGONA ZIHLOBO

05/07/2018

Ukuba udinga ukwakhelwa ingcwaba for umntu wakowenu ongasekhoyo qhakamshelana nam

01/02/2018

kulo area ukuyo ungandibiza ndizoza

04/01/2018

Cape town amangcwaba asesantini and kungcwanywa umntu phezukomnye. Ngalendlela ndiyenzayo yolakha ingcwaba is easy ukuyenza yonto

20/12/2017

ndiyayazike asikhawulezi ukusabela thina bantu bantsundu
kodwa ke ngokuba ithuba lihamba sondibana endleleni

20/12/2017

be the first to call me if you have funeral
talk to me

20/12/2017

abantu bayafa bangcwatywe
ekugqibeleni imizimba yabo iyebiwa emangcwabeni kwaye nebhokisi ziyAbiwa
ilizwi ndakhe ndaliva ngenye imini xa kungcwatywa uyesu athi amadoda malinqatyiswe ingcwaba balitywina.

thetha nam ngalonto

20/12/2017

If ufuna umntu ozokwakha ingcwaba thetha nam

Address

Zadungeni , Enkungwini
Engcobo

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Building the GRAVE posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share