15/07/2023
👩🙌 WENA?
Umfazi ebe ugodukile uyobona
umamakhe ogulayo
Ay ke afike ngomvulo ephethe
iziqhuma zeeplastic ath uzinikkwe
ngumamakhe👩🦳..
Hubby🧔: wow unobubele umamazala
ndicela uze uthi ndithe enkoss
kakhulu
Wife🙎♀️: ewe yho unobubele kakhulu
ndizotsho
Hubby🧔: ok ufike enjani empilweni
umamazala ?
Wife🙎♀️: ebebambekile kodwa ndiye
ndamsaa esibhedlele
Hubby🧔: usebenzile mfazi.
Wife🙎♀️: * 😢😥chapha chapha inyembezi
walila😭* " umama👩🦳 kodwa umama
ubambekile 🤧🤒kwaye ibuhlungu imeko
endimshiye ekuyo ...ndicela
uphinda ndiyombona kwaĺaapha
evekini🙏
Hubby🧔: oow thula bby uzophila
umamakho va kolunga uye mfazi
*emosula iinyembezi emhug👥*.. .... ...
Hubby🧔: hamba uyobeka ezimpahla
e kitchen
Wife🙎♀️: ok *efixisa sisigqala ukuya e
kitchen😥😢*
*🚶♀️👀😲wafika kukho umamakhe👩🦳 e kitchen
nd ebefike Friday ngalaminii
bekuthiwe uyobonwa ngayo
ngumntanakhe 🙎♀️*