Life ka entle

Life ka entle Pls like this page maybe ull geT what you want�

22/04/2022

Learn that Abantu asoze bakuthande Bonke ❤☝️🙄..
Klk Intliziyo zifihlakele ngok awunozazi ingcinga zomunye umuntu ..so zithande Wena self❤🥺

13/09/2021

Insect:1.

The day ndiqala ukukhala.😪.
-Kwakubuhlungu behleka abanye abantwana kodwa k*m kubuhlungu 💔😭,Ndandingakwaz ukuzingqanda inyembezi zizehlela inxeba elingapholiyo kulentliziyo ithambileyo😖.ndandizibuza ndiziphendula.wathi umama othile owayedlula^ akuntsuku zangxwaleko mntanam 💔qina kunzima kulomhlaba ewe kwenzekile akuzojika !vula amehlo ubone !😭sebenzisa ingqondo ubone uthixo akathathi angashiyi sonke singabakhe nam nawe nomnye uzohamba ngendlela ngendlela .qina ndoda💔😭.
Imini endingasokuze ndiyilibale ukubukela ibhokisi ka makhulu ,malume,bhuti zisehla ndingasoze phinde babone, kubuhlungu .r.i.p.Mamqhwathi nani bontondo.💔😭

16/11/2020

Can I💁(❤) on ur dope☺!?

01/10/2020

Nifeba Private✋😁😂
Nivithike public👏💉😂.

Hai inene technology is ability to do work🔌🔔

27/07/2020

🛣️Long distance doesn't kill relationship 🎖️🏆 buh less conversation does😥♥️🤞

27/07/2020

Ndiphuphe Ngalo Funda le post ..😥🤞.elFumene uncedo lwe corona🙄😅

27/07/2020

A YeaR that🙈bought u a Best Partner ❤️🎡🎖️🏆.!??

27/07/2020

Just remind that time u tell ur fRuund about ur crush❤️😊..

Nigga> She's bright 💎she makes me feel crazy🙄 even° icant focus at My class bcz ^she's mY classmate❤️.when I SEE HER LIPC .IM DREAMING UNDERGRAVe BCZ LE BITCH YANDCISHA KAU❤️

27/07/2020

Spell Ur Name 😅backwards< Nd will see that u belong in South Africa😅🤞

27/07/2020

❤️Umntu ngumntu ngabantu ❤️.
-:-Umzondelani umntu ozi-zamelaYo❤️.

:*-Yazi mntaks ubokhe UzThenge Ngok sekungafanelanga😥😥

27/07/2020

MY love❤️ My lifeline 🤲My everything 🙌When ❤️I say :Ah loview believe me am not joking I just need u behind my back🤞I'll always protected u 👩‍👦I've got no problem 😻when am with coz I dreamed about ur solutions ..if u have people that loves u love them back , I'm not ashamed with uh Ah love U 💕🔥.

mention Ur baE😻

Send a message to learn more

27/07/2020

Ndihlale ndikhala😥
Uthando Lunzima💔
KakhulukazieY xawungenabo Abazali ubom abukho🤲

Send a message to learn more

Address

Ocean
Butterworth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Life ka entle posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share