17/09/2024
Kwincwadi zeziBhalo Ezingcwele iziganeko emva kwezganeko kuthwa abantu bayakucinguba kuyagwetywa. Zithi ke, iyakube ingekabinguwo umgwebo, Koko iyakube ikukuqala kwenimba.
My concern kengk, ingaba lenimba yobakangangexesha elingakanani? Within August and September amajelo eendaba nkalo zonke abalisa ukubulalana kutshiswa imizimba yabafi ngolunya. Kumanyumnyezi kubi kuyanxunguphalisa. Mostly ke ziintsana , ulutsha oluphakathi ekwenzeni ezizinto.
People, ingaba isekukuqala kwenimba? Ingaba ke umgwebo buqu wobayinto enjami?? Asicingi ukuba ii zinenxaxheba enkulu kwezintshukumo zezigigaba.
Kodwa ke sekunjalo. Ze singamcami uThixo, uyimpendulo