Zwane's Bin Cleaning

Zwane's Bin Cleaning Hello my Good people,we as ZBC company,we are washing the bins,fixing the bins,we do it once a week

16/08/2019

Siyabuya people
Sigalelekile,sihamba yonke indawo
Uma usidinga siyafikelela kulondawo ukuya

Kodwa Ke siselapa kraaifontein ikakhulu

Yizani ngobuninzi benu

We clean your bin
Sisusa ivumba elibi kwi Bin yakho
Siyicoce inuke kamandi

Silungise amavili neziciko utshintshe ubemtsha

Ngemadlana nje encinci ngenyanga

R50 4 times a month

18/01/2019

Good morning my friends,family and everyone

I wanna let you know that we are back on business
Starting from the 4th of february
We saying "take care of your bin before it takes care of you"

We are here for you
Lets help each other
And support each other........THANK YOU

13/12/2018

Molwen betuna bahlali base kraifontein
Unyaka ka 2019 uzakuqala
Two weeks left singene kunyaka omtsha
Ingaba wena awnawo na umdla woba siku cleanele umgqomo sikulungisele amavili kunye nesiciko somgqomo wakho?

Nenkxaso bethuna siyayidinga ngoba sivula amathuba emisebenzi
Sizimisele ukuqhubeka phambili siyile company

Onomdla anganditsalela umnxeba okanye andi whatsapp kule nombolo

060 3825 677

20/10/2018

Hellow everyone
Here is the company for people in kraaifontein

To those who need help kwimigqomo yabo
Iyahlanjwa ipolishwe

Ukuba umgqomo wakho waphukelwe ngamavili okanye isiciko
Le company ikhona for ukulungisela longxaki unayo ngomgqomo wakho

Iyahamba all over ikraaifontein inceda abantu abadinga uncedwa

Iyeza ke nakwezinye iindawo kodwa okwangok isagxine apha ekraaifontein(CPT)

UKUBA UTHE WANOMDLA UNGASITSALELA UMNXEBA KWEZI NUMBER 060 3825 677 OKANYE UWHATSAPP KULE NUMBER

SOVUYISWA YINKXASO YABAHLALI

KUVULWE NAMATHUBA OMSEBENZI BETHUNANA

SINGABANYE ASITHATHI NTWENI ASIPHANGELI
NGEZINYE IINKCUKACHA UNGATSALELA KE KULE NOMBOLO 060 3825 677

ENKOSI KAKHULU

Address

Cape Town
7570

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Zwane's Bin Cleaning posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share