Uhambo lobomi bam poem by Thandokazi Ngcaki

Uhambo lobomi bam poem by Thandokazi Ngcaki It's about my book tell my story give you a picture

14/06/2022

Ubomi bufutshane abuna zingqibo namhlanje uyaphila ngomso awusekho 🥺 ngoko ke phila mntase khaya cela uxolo ukuba ukhona omonileyo🙏 just live for you

22/04/2022

Phakande lam lonwabo lwam likwe noba sebe thetha kakubi ngam uyandimela xa ndikunjongile ndiyazi buza ndikufanele na ❤ uyimbangi lo cumo lwam

12/01/2022

Ngubani uThandokazi she is a young woman unamaphupha amakhulu kodwa ubomi buhamba eyawo indlela kodwa akancami ngu mbhali osafufusayo uyakholelwa ku Thixo ukhubazekile kodwa ubomi buyahamba uno mntana omnye ngu Mamfene Lisa canzi usanzanza uhla ngomva eliweni I'm a go-getter I like to say thank you to Nontsomi Jabavu no khalayo vellem Ngcaki and my mother sindiswa Datini

21/07/2021

I miss you 😞 where are you I need you💔 ubuthe uzobuya intllinziyo yam ifuna wena monwabisi wobomi bam by Thandokazi Ngcaki

My smile keeper wena uyilento ithandwa yintlinziyo yam Xa ndisiza ilizwi lakho intlinziyo yam iyaxumaxuma by Thandokazi ...
25/06/2021

My smile keeper wena uyilento ithandwa yintlinziyo yam Xa ndisiza ilizwi lakho intlinziyo yam iyaxumaxuma by Thandokazi Ngcaki

25/05/2021

My happiness is in your hands you are my smile keeper you give joy my heart skip a beat when I see you

20/02/2021
09/02/2021

Silent is getting louder but no one can hear it I try to ignore it but you won't let me please let me go

I can be who I want to be disability means nothing to me you look at me I don't care you can tell yourself I'm nothing l...
27/12/2020

I can be who I want to be disability means nothing to me you look at me I don't care you can tell yourself I'm nothing let me tell you yes in your eyes I'm nothing lol shame on you

26/09/2020

(Liphina ithemba lam) ndinjonge kuwe ubuyi thembe lam wawophula umoya ulithathile ithemba lam bendicimba ndizakukhuselwa nguwe. By Thandokazi Ngcaki

Molweni
06/05/2020

Molweni

19/04/2020

(Ukuphuma kwe langa) vuka uvuthulule konke okwa yizolo uyabeva bayahleka jika lontsini ibe liculo elimnandi yimini entsa qubeka iyaphambili iva izingxeko zabo ibangathi bayako meleza ukuphuma kwe langa

Address

Dimbaza

Telephone

+27832570497

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Uhambo lobomi bam poem by Thandokazi Ngcaki posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share