03/05/2026
Emveni kwe graduation yam sazikhipha ne friend zam so ekuzikhipheni kwethu ndandine sahla lwentsizwa ntsizwa leyo yandi proposer ngavuma ngathi yes😂😍💍 indlela andonwabe ngayo nawe uyasibona kumnandi sijabulile nesithandwasam so intsizwa yandithi ngendlu isithabatha somuzi🏩 ekuseni ngomvulo ndavuka ker ndapheka ndiphekela umamazala uvakashile phela intsizwa yam madoda ayikwazi linda ifuna sibe ngumkwenyana nomakoti 👰♂️🤵so ndavukandapheka satya nosapho lwam olusha then sayovasa izityano baby yabona njer uthando esinalo singu Romeo no Juliette sayohlala phandle endlini benzalungiselo ngoba kusasa siyashata sashata then later sabe sesiya kwi honeymoon siyaphola🥰♥️❤️sabuya ker no baby so ndizokutiza phela umamazala akakahambi usazohlala ndenza I coffee saphunga nomazala wam siyahleka sincokola ngonyanakhe kumnandi njer 3 months later mna no baby sizawba ngabazal🫃sengikhulelwe safonela umamazala for surprise makabuye azohlala ngize ngibelethe wayeve ejabule umamazala ngoba njer uzangumakhulu👵so senza I baby shower 8 mouth later samzala ker baby 👶 💖 Enzo yho have ngangidinwa andilali ebusuku one year later baby uyakhula kakhulu yakhula intombikamama yabandala ntombi ndala uza graduate kwa grade R intombikamama Ina 7 years Iya kwa grade 1 after ndivela mbhalisa esikolweni ndayakwi date with my friend siyo celebrater 🥂🥂 sondibuyile njer ndicinga ukwenza ewesibino. Saturday morning 🌄 ndibuka njer umuzi wam Sunday morning 🌄 ndaya ecaweni njer uyabona kumnandi ndiyaziculela njer at 13:00 ndaya etown uyothenga njer into ezityiwayo🧆🥙🥦🥬