Chonkca

Chonkca Beaded Accessories est 2022
Contact us on: 0695640388
📍CPT

‎https://wa.me/c/27695640388

Masana siseku 2027 ngoku, ungavumi uphinde ushiywe yilist nakulo uzayo unyaka.For orders contact us on 0695640388
02/09/2026

Masana siseku 2027 ngoku, ungavumi uphinde ushiywe yilist nakulo uzayo unyaka.

For orders contact us on 0695640388

Nini ke abo nyaka na nyaka ngoku sesisithi 2027, oh siyabulela ngenkxaso yenu masana❤️
14/08/2026

Nini ke abo nyaka na nyaka ngoku sesisithi 2027, oh siyabulela ngenkxaso yenu masana❤️

08/08/2026

We’re now only taking 2027 orders.

Sise Khayelitsha CPT, for orders contact us on 0695640388

Our best seller modified yenziwa yantsha, intsimbi oko saqala ukwenza intsimbi 2022 sisayenza nangoku. We’re now only ta...
08/08/2026

Our best seller modified yenziwa yantsha, intsimbi oko saqala ukwenza intsimbi 2022 sisayenza nangoku. We’re now only taking 2027 orders masana, umntu funeka ahlale ezilungiselele bethuna.

Sise Khayelitsha CPT, for orders contact us on 0695640388

06/08/2026

Mazibazana ka 2027 into emandinicebise yona yeyokuba whether you start buying intsimbi zakho kulonyaka okanye kulo uzayo uzozithenga kodwa.

Umntu ke ukuze abenje ngabamama nibona apha kwezi socials uyaqokelela abeke, uzithele cuu kulenyanga uthenge iqhiya kwezayo izipeliti kwenye intsimbi, beads are a luxury and their costs are luxurious ke masana ungaxakwa zizithonga ezozikhupha sewungenaxesha.

Ngoku sesithatha iorders ezizoqala uphuma from January 2027. We’re based in Khayelitsha CPT, for orders contact us on 0632387306

Mazibazana ka 2027 into emandinicebise yona yeyokuba whether you start buying intsimbi zakho kulonyaka okanye kulo uzayo...
06/08/2026

Mazibazana ka 2027 into emandinicebise yona yeyokuba whether you start buying intsimbi zakho kulonyaka okanye kulo uzayo uzozithenga kodwa.

Umntu ke ukuze abenje ngabamama nibona apha kwezi socials uyaqokelela abeke, uzithele cuu kulenyanga uthenge iqhiya kwezayo izipeliti kwenye intsimbi, beads are a luxury and their costs are luxurious ke masana ungaxakwa zizithonga ezozikhupha sewungenaxesha.

Ngoku sesithatha iorders ezizoqala uphuma from January 2027. We’re based in Khayelitsha CPT, for orders contact us on 0632387306

03/08/2026
Senithungisile masana???
31/07/2026

Senithungisile masana???

28/07/2026

Our grace period is ending on the 31st July, ophosiweyo ngoku sodibana
kwezalo uzayo unyaka.

Address

Harare
Khayelitsha
7784

Telephone

+27695640388

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Chonkca posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share