Able Business Solutions

Able Business Solutions We help you with
° Company registrations
° Business Plan
° Website Development
°Android Applicat

Ingaba usengciphekweni wokuba iCompany yakho ibe deregistered. Okanye kunempepha ongenazo, ezifana nezi zilandelanayo:-R...
30/04/2026

Ingaba usengciphekweni wokuba iCompany yakho ibe deregistered. Okanye kunempepha ongenazo, ezifana nezi zilandelanayo:

-Re-instatement deregistered company
-BBBEE
-Central Supplier Database
-CIDB
-Beneficiary Ownership submission
-Annual Returns submission nokunye nokunye, xhomana nathi ukuze ufumane uncedo kwezi zakhono zingaphezulu.

Sibhalele kwezinombolo zingezantsi 0723920500 or 0722795471.

We offer the following services :-Company Registration-CIDB-CSD-CIPC annual returns-SARS Tax Returns submission-Logo and...
14/04/2026

We offer the following services :
-Company Registration
-CIDB
-CSD
-CIPC annual returns
-SARS Tax Returns submission
-Logo and business card designs.
-University late applications etc.

Contact us on 0723920500 or 0722795471 for more information and assistance. 🤝

Yiveki entsha, nesiqalo esitsha siyafuneka. Akukho misebenzi, kodwa ikhona indlela engenye yokubeka isonka etafileni. Zi...
13/04/2026

Yiveki entsha, nesiqalo esitsha siyafuneka. Akukho misebenzi, kodwa ikhona indlela engenye yokubeka isonka etafileni.

Ziphe ithuba ujike lambono weshishini, ubelishishini elimileyo neliphilayo. Sibhalele ecaleni sikunced ngoku landelayo:
-Company registration
-CSD
-CIPC annual returns
-BBBEE

Nokunye okuphuhlisa is ishishini libheke phambili. Sibhalele on 0723920500/0722795471.

#

If you have a construction company and you need CIDB grading upgrade, BBBEE, SARS Returns submission, business cards etc...
27/03/2026

If you have a construction company and you need CIDB grading upgrade, BBBEE, SARS Returns submission, business cards etc. Contact us on 0723920500 or 0722795471 for assistance and more information 🔌🔌✨

Avoid ukuhlala no SARS we Company yakho ongekho up to date, kindly be advised to submit your SARS TAX RETURNS before SAR...
13/03/2026

Avoid ukuhlala no SARS we Company yakho ongekho up to date, kindly be advised to submit your SARS TAX RETURNS before SARS charges you penalties. Contact us directly for more information and assistance 0723920500 or 0722795471 👌

05/03/2026

Ukuba ungumntu ozithandela ibusiness: Sibhalele bucala sikuncede nge Company Registration process ekhawlezileyo.

Ukuba sewunayo eRegistered kodwa ishota ngokuba ulungise impepha ezifana noku:
-ukubhatala iCIPC annual returns ukuze iCompany ingavalwa.

-Okanye ukwenzelwa iBeneficiary Ownership. Okanye uSARS sibhalele bucala on 0723920500 or 0722795471 for more information and assistance.

Molweni bosomashishini nabantu abacinga uvuk'uzenzele, kle economy siphila phantsi kwayo umntu uyayidinga iside hustle i...
20/01/2026

Molweni bosomashishini nabantu abacinga uvuk'uzenzele, kle economy siphila phantsi kwayo umntu uyayidinga iside hustle into ezongenisa imali incedisane neSalary yakho. Iza sikuncede ngoku landelayo:

-Ukuba unoshishino olungekho registered and ufuna ukuqala tendering sindwendwele uzofumana ingcazelo ebanzi

-Ukuba unoshishino eliregistered kodwa awunalwazi lupheleleyo okanye kukho impepha ezingaphelelelanga sibhalele bucala

-Ukuba udinga Beneficiary Ownership sibhalele sikuncede

-Annual Returns ezingabhatalekanga, lonto ingabangela kuvalwa kwe company yakho leqisa uthathe amanyathelo.

Sindwendwele apha eOffisini kwa
📍2011 Newtown, Phakamisa.

Okanye sibhalele bucala uzofumana ingcazelo ebanzi on
📞0723920500 or 0722795471.

20/11/2025

Good day, to all entrepreneurs and those that are still finding their feet 😊 if you have a registered company and you have not filed your returns yet, that might lead to your company getting deregistered.

Molweni bosomashishini naba abasakhasayo, ukuba ishishini lakho liregistered kodwa awukazi submiti iireturns, lonto ingangunobangela wokuba ishishini lakho livalwe ngabaphathi bakwa CIPC.

Sindwendwele apha eOffisini kwa
📍2011 Newtown, Phakamisa.

Okanye sibhalele bucala uzofumana ingcazelo ebanzi on 0723920500 or 0722795471.

Hey there, if you're running a business, and it's already registered don't forget to close the year without having paid ...
19/11/2025

Hey there, if you're running a business, and it's already registered don't forget to close the year without having paid your Annual Returns. To avoid getting your business deregistered, make sure all your documents are compliant. Contact us for more information and assistance 🤗

Contact us on 0723920500 or 0722795471 🤭

Molweni😁 oosomashishini abasakhasayo kwakunye naba sebeqhuba amashishino abo kodwa bashota ngeempepha ezibukumila kunje:...
05/11/2025

Molweni😁 oosomashishini abasakhasayo kwakunye naba sebeqhuba amashishino abo kodwa bashota ngeempepha ezibukumila kunje:

1. SARS Tax Returns submission
2. Company Registration
3. Central Supplier Database update
4. BBBEE certificate
5. CIPC annual returns submission kunye nokunye

Sibhalele kwezinombolo zingezantsi:
📳 0723920500 or 0722795471 ukuze uncedakale

Okanye usindwendwele kwa.
📍2011 Newtown, Phakamisa, Qonce, 5620

Address

2011 Phakamisa Township
King William's Town
5620

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 13:00

Telephone

+27722795471

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Able Business Solutions posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Able Business Solutions:

Share