Punana Funerals-PFS".

Punana Funerals-PFS". Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Punana Funerals-PFS"., Business service, 205 Koyana Street Zwide, KwaNobuhle.

Molweni zithandwa zethu.Sisanazisa nge group scheme yethu esinayo ethatha abantu abalishumi ngemali enye engange R250 rh...
12/01/2021

Molweni zithandwa zethu.

Sisanazisa nge group scheme yethu esinayo ethatha abantu abalishumi ngemali enye engange R250 rhoqo ngenyanga.

Namkelekile ukusihambela kwinkantolo ezifutshane nawe.

Siyabulela๐Ÿ™.

06/01/2021

Good day maTinarha

Sicela unazisa ukuba umbutho owaziwao ngo Simanye uzobe evula for this year 07 & 08 January 2021, bazoba seJongilanga 8h30 -15h30.

Enkosi ๐Ÿ’

04/11/2020

Ingaba ukhathazekile nah ngenxa ungayazi ukuthi mhla latshona ilanga kwikhaya lakho uyoze ubheke kuphi Nah?

Mamela!!

Thina sikwa Punana senza izinto zibelula ngamaxesha anjalo,ngokuthi uvule incwadi nathi ube lilungu lethu,ukuze mhla latshona ume wenze okufanele.

Ngemali engange R50 kuphela izokujoina kuthi ze rhoqo ngenyaka urhole R250 for abantu Up 2 10 members. Age up 84 years.

Benefits
Coffin
1 bus
Cross
Plot
Digger
Flower
50 programmes b/w
Service
Inceba R500
NB* WAITING PERIOD is 3months until 2021 February ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ
Ukuba unomdla yenza uyobuza kwikantolo ekufutshane nawe.

Siyafumaneka kwezi dilesi

105 Jongilanga Ave- Kwanobuhle
Cnr of Majombozi/Ponana Tini road.
205 Koyana rd,Zwide
Arries street,Chatty/Booysen park
135 Nyathi street Motherwell

Office hours
08:00-16:00

Enkosi.

STAY SAFE
29/05/2020

STAY SAFE

UPDATE: A total of 655 723 COVID-19 tests have been conducted, of which 20 727 were conducted in the last 24 hours. There are 1467 new cases of COVID-19 in South Africa. Regrettably, we report 25 more COVID-19 related deaths and express our condolences to the loved ones of the deceased. Physical distancing is an important tool to prevent the transmission of COVID-19.

Masihlale siphephile kwaye silandele imiqathango ebekiweyo ukuze ibe noncedisana nathi.
20/05/2020

Masihlale siphephile kwaye silandele imiqathango ebekiweyo ukuze ibe noncedisana nathi.

We welcome you all our trustworthy clients, nani abasanqwenela ukuba yingxenye nathi. Kulonyaka umtsha sithi uThixo maka...
02/01/2020

We welcome you all our trustworthy clients, nani abasanqwenela ukuba yingxenye nathi. Kulonyaka umtsha sithi uThixo makanisikelele anandisele amathamsanqa.
Asisikelele sisebenzisane kakuhle.
Note. Bhtala rhoqo ngenyanga ukuze kugcinakale ubuhlobo.

Happy!

12/08/2019
27/02/2018

Prepare yourself so that we can meet you halfway in doing the whole service for you...

27/01/2018

For final peace of mind...
Come talk to us.
Don't hesitate to call for more information.
Please visit our one of our offices.
205 Koyana street, Zwide
9255 Arries street, Booysen Park.
105 Jongilanga street, KNB
Office hours. Monday- Friday @08:00
Saturday @08;00- 12pm.
Nomore stress for you...

Address

205 Koyana Street Zwide
Kwanobuhle
62001

Telephone

+27 78 900 3051

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Punana Funerals-PFS". posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share