Ndilundwendwe Funeral services

Ndilundwendwe Funeral services funeral services

24/07/2020
15/10/2019

Let me grab this opportunity and say thank you to those Who liked my page so far.... I'm still looking for more clients my ppl plz umntu ngumntu ngabantu🤗... NdseMount ayliff apho ndikhoyo kodwa ndyfika kuzozo'nkindawo keep on sharing my page guy's thank you

Ndiyazana nobutyebi ndiyazana nobuhlwempi ndingenza zonke izinto ndikulowo undomelezayo. UBawo ndilundwendwe'mhlambeni n...
04/04/2019

Ndiyazana nobutyebi ndiyazana nobuhlwempi ndingenza zonke izinto ndikulowo undomelezayo. UBawo ndilundwendwe'mhlambeni nkhumbula izulu kodwa ngeke ndingene emngxunyeni ndisongwe ngengubo. Ndcela inkxaso

04/04/2019

Please share friends

04/04/2019
04/04/2019

Indilundwendwe funeral service.. ngumbutho kaMasngcwabisane kwindawo yaseMt ayliff Eastern cape... Uhambela kwezidolophu
Mount ayliff
Mt frere Mthatha Qumbu Ntabankulu Flagstaff lusikisiki eBizana... Ngenkxaso yenu ndingenza lukhulu ezimpweni zenu ngenkcukacha ezithe vetshe ndyafumaneka kule nr 0733940456. Or e-mail us@Nongqwenga

Address

Mount Ayliff
Lusikisiki
4735

Telephone

+27733940456

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndilundwendwe Funeral services posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ndilundwendwe Funeral services:

Share