If you want some come get some

If you want some come get some Hi beautiful people I,m a member of GPH Global People Helpers if you join here to this business you

11/08/2020

Ndithe ekuqaleni ,hai qhayona ibhala hair yoo

11/08/2020

Hair iCorana ndiyincamile ngathi iyavumisa ba uyamthanda lo imntshontshe sathana

05/08/2020

Makide lingene ihlobo izohamba icorona

03/08/2020

Hi guys bendike ndangabikho kufacebook ndibuyile ngoku ndinithanda nonkeeee

20/07/2020

Siyafa yidata bakuthi,ungathi safa kanti sisekhona mholweni nonke zihlobozam

27/06/2020

Akumnandi ukuthandumntu ,ukuhlonipha umntu, ukuxabisa umntu,endinguye ,nokokuba ungubani waphi,uyamazi awumazi kodwa unguye ofana nawe ndizama ukuthi ndinithanda nonke ngokulinganayo ,xa undibona subona umabonabulawe no no no

26/06/2020

I corona istrongo nalapha kwi network ka Mtn ndithetha ngale ndiyisebenzisayo yooo

25/06/2020

G morning, G more, Dumelang,Sanibonani,Mholweni Bantu benkosi endiyithandayo, sendavuka ndinithanda nonke ndikwazi ndingakwazi ndinithanda manyhanyhani nilonwabele olusuku lwanamhlanje and masiyeke ukuhlukumezana ngakumbi abantwana,abomama,abafazi bethu phantsi bakuthi phantsi nkosi ngendkebe zenu

23/06/2020

Yizani Bantu bakuthi sinilindile apha yakho sifuna ukumvalela ngaphandle le I business ayokabani yeyethu sonke yindawo yethu yokuphumla le, nawe ungaqondiyo andikugxeki ndiyazi liyeza ixesha lokufuna ukuqonda noba Kobe kunjni wamnkelekile aphekhaya as in am juda asinamGrike sisonke qha nkosi

20/06/2020

Mholweni zihlobo nezalamane ufacebook uyagula inoba une covid 20 yena,OK ndiphinde ndabuya ndisatsho nangoku khake uphoswe nje kancinci ziibeer or yophulake I 100 enye wonwabe ngapha yi business ngapha yananalula kanjani siyidle or siyichithe sisenzenye ngapha lula,if you want some come get some apho ndikho khona GPH more information WhatsApp me

Address

142 Lessyton Queenstown
Lyndhurst
5320

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when If you want some come get some posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share