Mkhulu bakhokele bhayi

Mkhulu bakhokele bhayi Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Mkhulu bakhokele bhayi, Business service, Ntabayikhonjwa A/A, Mount Fletcher.

09/01/2023

Thokozan zindlodlo ndiyaz unyaka uya qala kodwa ke kulungile uba nathi singene kuwo simoya omnye apha ndisiza abafuna usizwa akunyanzelekanga ugene ngenkani camagu zindlondlo

27/12/2022

Asicamagushen bantana bekhehla namhlanje ndizocaza amaphupho nukucalulwa kwawo
1 Uphupha ikhaba-kukufa oko
2uphupha imifino -kuthatha isisu
3uphupha umntu okhulelwe -zindaba ezo
4uphupha kukhwija -yintlambululo leyo emele uyenze
5uphupha imvula inetha -zinyembezi ezo ezizayo
6uphupha inyoka emdaka okanye intlwathi-sisihlwele esize ngedlozi elihle
7uphuphaumlilo lidlozi elo lomdiki nomdawa
8uphupha ikhuko okanye isithembe sidabukile- kukwehluka komsamo oko 9uphupha kutshayelwa -kulungiswa kwento zakho
10uphuphakukhutshwa inkomo ebuhlanti kusube ugenguye owesosibongo
11uphupha udla umoba-yintlahla leyo
12uphupha usidla inyame hagu -lidliso elo
13uphupha ubhabha -kuba nesithunywa
14uphupha imali egama phepha yintlahla leyo
15uphupha imali ezinkozo -lilishwa elo
16uphupha usukelwa lutshaba olu olukuzingelayo
17uphupha uchetywa kusuka kwamandla kuwe oko
18uphupha uhlatywa kuphume igazi kusube wehlule ezitheni
19 usenza icantsi sisichitho eso
20
Uphupha ulandelwa lulwandle okanye ihlathi -zimpawu zozalwa wembhethe
21uphupha izihlangu ezitsha yintlahla leyo
22uphupha izihlangu ezidala-lusizi olo oluzayo
23uphupha inyoka emnyama -sisitha eso
24uphuphauhlwayela - kusube imiqweno yakho izofezeka
25uphupha uvula -yimiqweno yakho okade uyifuna izophumelela
26uphupha uphunyelwa ngamazinyo -kuba nabantu abadala benento abayifunayo kuwe okanye ekhaya lakho
27uphupha uhambaze impilo yakho isezaba nzima
28uvuyelwa yinja okanye iku ncamisa-basube bevuyile abadala
29uphupha udliwa yinja sube idlozi lingonwabanga kukhona oku rongo
30uphuphha ihashe -yimpudulu leyo

Ma kusekhona okudingayo ndidwedwele kwi inbox yam kwalapha asithokozen zindlondlo πŸ‘πŸ‘πŸ‘

26/12/2022

Ngomso zindlondlo gizoqala ukupha amaphupho ukwenzela umntu ayazi into emvalelayo kwinxaki zakhe sifuna baphila abantu asithokozen zindlondlo πŸ‘πŸ‘

26/12/2022

Masicamagushe bantwana bekhehla ndiyathemba niyitye kakuhle ikhisimasi nonke πŸŽ„πŸ’–πŸ™

25/12/2022

Ndinifisela okuhle noke kwindawo enikuzo nothando nemini entle nihlale niphephile kwizinto ezimbi zomhlaba ndithi marry Christmas ❀️ zithandwa zam

Abaphile abantu bantwana bekhehla siyayivala imimoya emdaka siyayibuyisela apho ivela khona
24/12/2022

Abaphile abantu bantwana bekhehla siyayivala imimoya emdaka siyayibuyisela apho ivela khona

24/12/2022

Camagu bantwana bekhehle ndilagazelela omnye nomnye azazi ngobomi bakhe kodwa xawunomdla sichaza amaphupho siyahlola siyaphila kwelikhayaπŸ™

Address

Ntabayikhonjwa A/A
Mount Fletcher

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mkhulu bakhokele bhayi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share