Nqamza Arts & Cultural Organisation - NACO

Nqamza Arts & Cultural Organisation - NACO LePage Artist & Audience-Rappers,beatmakers, comedians, dancers, soccer freestyler and nezinye iiartist ezenza enye intlobo yominye imiculo.

iplan yalegroup ne kukwaziza italent zethu ebantwini:siyenza njani lento ?1 siyacompita thina kwasodwa sizezi artist zaseNqamza nezinye indawo ezikufutshane,siya uploader,siyavoter kwathina becoz if zizocompiter nezinye kumele siqale sijimisane kwathina;lento inje soqala ngeartist eziyi two ezikhuphisanayo ngoma , ivideo. Music ,comedy,dance or soccer freestyle videoe ziyitwo usendender itrack pri

vate kuadmin ze yena azi uploadere egroupini abantu bona bayadownloader bamamele bavote then enevote ezimbalwa iyakhiqwa then kungene enye icompite naleya iyichamp njalo njalo sishare nakwezinye igroup ,pages li kufacebook ,just for fun and italente zethu ngelihlobo ziyafikeleleka ebantwini.Le igroup yeka wonke wonke sikwabelana nangezimvo,sibonisana indlela esingaphuhlisana sikhulisane sizi artist .brothers and sisters umntu onomhla ma add le number 0730103906 kuwhatsapp azichaze ukuba uzakuthatha ingxaxheba kweyibi into uyeyiphi intlobo ye artist the u admin uzam add kwigroup leyo.

Address

P. 0. Box 80
Nqamakwe
4990

Telephone

0730103906

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nqamza Arts & Cultural Organisation - NACO posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Nqamza Arts & Cultural Organisation - NACO:

Share