Phanta mom ka Limo

Phanta mom ka Limo Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Phanta mom ka Limo, Business service, Ny67 no3 I&j hostel Gugulethu, Philippi.

16/07/2023

Molweni kulo Limo❤️☺️
R150 ufumane esakho sgaxa🥰💃

13/07/2023
09/07/2023

Abemhle uThixo sebevule I group chat ngawe,sebehamba bekhombisana ngawe,sebekunike neziteketiso ezingacacanga ongazaziyo 💔Imeko yakho bahamba besakha ngayo ubuhlobo kodwa athembakale uThixo😭 ngoba utshilo ezwini lakhe wathi "NDIM INDLELA,NDIM UBOMI,NDIM INYANISO" no weapon formed against you shall prosper waphinda wathi "IINTLUNGU ZAKALOKU NJE AZINAKUFANISWA NOBUQAQAWULI OBUSEZAYO" so namhlanje ndithi kuwe uThixo usezakuhlekisa nawe phambi kwentshaba zakho. Hlala emthandazweni❤

09/07/2023

To avoid ezinye izinto velenje ucele uxolo, noba uyazazi awukho wrongo.

05/07/2023

Kwabafuna umgalelo
Bangatsho abanomdla, akunyanzelekanga kube kanti sihlala ndaweni enye sonke.into ezosidibanisa zifoni kuphela.
Like singawenza umgalelo .
Umgalelo we R1000 weekly
Umgalelo we R1500 4th night
Umgalelo we 2000 monthly.

Nalapha asibanjwanga uba senze owemali kuphela, sisenokwenza.owe
Plate
Stove
Imbiza
Weave
Yonke nje into entle.

05/07/2023

Hustling is very important!!!

Even if uyaphangela kubalulekile ubenento esecaleni, ungangabine business yempahla kuphela, u can sell perfumes, amayeza ubolekise nangemali ect.

Uyanithanda mom ka Limo ❤👌

05/07/2023

Molweni molweni !!!

Xa ufuna ukuthengisa ndikhona ndingayi runner yakho.noba uphi if awukho sekapa ndikuposele ngo pep zifike kuwe.

Runner fee yam yi R300 only even if ustock nge 2000 or more still yi R300.ndinayo ke group apho ndifak khona izinto so that nizobona nifuna stock ntoni.

Sinxibe in style ❤👌
05/07/2023

Sinxibe in style ❤👌

02/07/2023

Don't announce anything this year vumbuka! because ukutshela abantu ngento ofuna ukuyenza Ikona okudala ukuthi into yakho ingaphumeleli,not everyone wants to see you become successful so work in silence your work will speak for itself

I love you ❤️♥️♥️

Address

Ny67 No3 I&j Hostel Gugulethu
Philippi
7750

Opening Hours

09:00 - 17:00

Telephone

+27785091466

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Phanta mom ka Limo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share