Blom construction and electrical

Blom construction and electrical Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Blom construction and electrical, Business service, Port Elizabeth.

17/10/2024

(BREAKERS-PRAYER)

Naze Nalala bantwana bahle๐Ÿ˜๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ

AmaQonga, neziBingelelo zobumnyama, ekukhwazwa kuzo amagama ethu.
Zonke Iintolo ezibekwe uba zixabe kwindlela zethu yempumelelo, mazibuyele apho zivela khona. Nabani na, okwakhela izabatha zobumnyama, abakhafuli bamayelenqe angendawo, abachili ngeGama lakho makubuyele kubo.

"Bange beba basiginya sihleli, ekuvutheni komsindo wabo kuthi;
Ange esintywilisele amanzi, wadlula phezu komphefumlo wethu umsinga;
Ange edlule phezu komphefumlo wethu amanzi akhukumeleyo." INDUMISO 124:5

"Ndozihambisa iimfama ngendlela ezingayaziyo, ndizinyathelise kwiingqushu ezingazaziyo". ISAYA 42:16

"Abazi, abaqondi; ngokuba avingciwe amehlo abo ukuba angaboni, ukuba iintliziyo zabo zingaqiqi. ISAYA 44:18

"Abakuxinzelela phantsi ndobadlisa eyabo inyama, banxiliswe lelabo igazi ngathi kungewayini entsha" ISAYA 49:26

"Yabona, bayaqukana ngawe bahlanganisane, andikho mna kuloo nto; nokuba ngoobani na abaya kuqukana ngawe, baya kuwa ngenxa enawe" ISAYA 54:15

"OKO uYEHOVA EBENGAKUTHI "
INDUMISO 124:2

Zotsho, Nala
15/09/2024

Zotsho, Nala

Molweni comment isiduko sakho ndithandaze, shalom Lindani G Khoba

Address

Port Elizabeth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Blom construction and electrical posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share