Msimelelo imbongi yomxhosa molo

Msimelelo imbongi yomxhosa molo TV PRODUCER/PRESENTER/POETRY/MC..ETC Mna ndiyimbongi,,ukubhala nosuke ndida nduluke yinto esele ndiyinyamezele leyo

Molweni nonke bantwana be Gazi πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ bendini thembisile NgombongoUkhona bt cela silinde le phithizelo ye Pasika indlule ba...
05/04/2023

Molweni nonke bantwana be Gazi πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ bendini thembisile Ngombongo

Ukhona bt cela silinde le phithizelo ye Pasika indlule bantwana abahleπŸ€­πŸ™πŸ™

Imbongi Yomxhosa*-**--lCIBI LE GAZI

Plz Niziphathe kahle sibonaneni Emva kwale Pasika πŸ€πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™πŸ™πŸ™πŸ™

Kubuhlungu uphelelwa Ngumsebenzi and funeka uye ekhaya uyo Xelela uMama no Tata ukuba umsebenzi uphelile πŸ™† kube Nase kha...
28/03/2023

Kubuhlungu uphelelwa Ngumsebenzi and funeka uye ekhaya uyo Xelela uMama no Tata ukuba umsebenzi uphelile πŸ™† kube Nase khaya Ku Jongwe kuwe ukuze kulalwe kutyiwe,

Eesshh intshomi yam ngethuba indibalisela Lento kange ndikwazi ukuzi bambha 😭😭😭😭😭😭

Nyamezela lonto unayo mntakwethu ngoba ikusasa asilazi πŸ€žπŸ™

Love you nonke zihlobo Zam and umbongo use NdleleniπŸ€­πŸ™ŒπŸ‘Œ

IMBONGI YOMXHOSA ---ICIBI LEGAZIπŸ‘Š

21/03/2023

Ndinivile bantwana abahle πŸ™πŸ˜„πŸ€žπŸ€­

Ikhona into endiyiphekayo for Nina πŸ€žπŸ‘Œ

16/03/2023

I'm sure ukuba ndiyani lambhisa andikuphi mbongo and ixesha liya hambha

If uthi Mbongi Yomxhosa Yiza siku Lindile.....

Vela ndikubone 🀭🀚

13/03/2023

Molweni bantwana be Gazi πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ

Ndise khona Qha ndisa lungisa impilo yam🀦 ikhona into engathi ifuna uku ndihambhisa NzimaπŸ™† kodwa I know ukuba Ngeke ndivume and Nani Ngeke nivume Ngam 🀭

Kuthiwa akuthethwa eyezeni🀫

Love u Nonke Guyz πŸ€žπŸ‘ŠπŸ‘

Dankie Gqeberha πŸ€πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™πŸ‘ŠπŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯
05/03/2023

Dankie Gqeberha πŸ€πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™πŸ‘ŠπŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯πŸ”₯

Just tell yourself ukuba kulo Nyaka uzo Phumelela πŸ’ͺπŸ™
01/03/2023

Just tell yourself ukuba kulo Nyaka uzo Phumelela πŸ’ͺπŸ™

23/02/2023

Ungabona ingathi into zabanye abantu zihambha kakuhle ebomini kanti nabo bake bavalelwa iiminyango kodwa zange banikezele 🀞

Nawe phusha ungayeki kukhona apho kuzo Vuleka khonaπŸ€πŸ™πŸ™

20/02/2023

I know ukuba mna thetha kwenzeke

Baba vula iindlela zabantwana bakho bafezekise amaphupha wabo

AmeneπŸ™ŒπŸ™

Ndiyabawela ukwazi ukuba kule Page yam ndilandelwa Ngabantu baphi🀭🀷Mna ndise EC ikhaya Lise Ngcobo bt hlala ebhayi Ngoko...
17/02/2023

Ndiyabawela ukwazi ukuba kule Page yam ndilandelwa Ngabantu baphi🀭🀷

Mna ndise EC ikhaya Lise Ngcobo bt hlala ebhayi Ngoko msebenzini

Wena uphi kwaye ungowaphi πŸ™πŸ™

Ngoku zithoba nentlonipho bantwana abahle πŸ€πŸ™

16/02/2023

Nam ndiyayifuna lanto ithi'

Ntwana Phusha ungayeki'bcz indipha amandla woku Nyamezela....🀞 akukho Lula kulomhlaba πŸ™†πŸ€¦

14/02/2023

You know what zitshomi zam

Sufaka Yonke into Ku Facebook bcz silandelwa Ngabantu abanga sithandiyo naba funa ukubona ukuba sophelela phi ebomini🀞

Ingathi undive undivisiseπŸ€πŸ‘ŠπŸ‘

Address

Port Elizabeth

Telephone

+27603377087

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Msimelelo imbongi yomxhosa molo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Msimelelo imbongi yomxhosa molo:

Share