EZE, KEY

EZE, KEY Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from EZE, KEY, Business service, Phelindaba, Pretoria central.

18/10/2024
20/03/2023

I pray ndingaze ndibe kwi situation where I have to choose between my family and my babe. Yhoo guys into endinomkhetha yona umntu wam zange yakhethwa nangu khethiwe. Family soze indi offer.ishe cuddles.

13/12/2022

16: ba straata๐Ÿ•บ๐Ÿ’ƒ๐Ÿบ
17: ๐Ÿš‘
18: wababiza bonke u noahh๐Ÿ—ฃ...โšฐ

13/12/2022

๐Ÿ‘ฉ:"it's over"
๐Ÿ‘จ:"okusalayo ndikutye wanya"

Phendula sisi Kutshiwo kuwe.. ๐Ÿ‘‚

13/12/2022

Andisabaweli uku-cheat'ela uBabe, then abhaqe iitexts zam ne-side chick ๐Ÿ“ฑ, ahlanye athathi bread knife ๐Ÿ—ก andigwaze, emva-koko othuke ๐Ÿ˜ณ azisole ๐Ÿ˜ญ ayijike imela ayijongise kuye esiswini athi "I'm killing myself, I'd rather die with you than live without you" abe ekhala ekwaza. Kufike abahlali boxuthe imela then bafouneli ambulance ๐Ÿš‘ namapolisa ๐Ÿšจ๐Ÿš™๐Ÿ‘ฎ๐Ÿผ, abanjwe uBabe, mna ndisiwe esbhedlele ๐Ÿฅ. Ndothuke ndise sbhedlele, xa ndisithi ndiyavuka ndithi ntla ngamajita wam, ndibuze "gents ndifike njani apha?". Kuthwe "ey Cphe at last ude wavuja boy, laa medi yakho ihlanyayo ikugwazile, but don't worry ubanjiwe and uyovela eCourt namhlanje". Ndothuke, "What!? Yithani niyadlala maDyan" ๐Ÿ˜ณ. Kuthwe "seriously njayam, jonga it's even trending on Facebook". Ndithi "take me to her" othuke amajita ๐Ÿ˜ฒ. Ndivuke ndikhuphe ezo-drip ๐Ÿ›, ndisuk*me, nyani amajita andibambe siyophuma emnyango sileqe Court โš–. Xa sifika uBabe is on stand, crying ๐Ÿ˜ญ ndivele ndiphambane abe esithi uJudge "And I hereby sentence you to Seve..." athi engekagqibi ndithi "๐Ÿ—ฃ๏ธ stop! stop it, you are not gonna sentence her to anything, come here my love" . Eze k*m unxinxi ebaleka afike andihage, andithunuke athi "Babe I love you so much and I'm sorry for everything I did to you" ndithi "nothing will ever separate us my love" bakhuze abantu enkundleni bathi "but she stabbed you" ndiphendule ndithi "this stabbing is a sign of true love", sibambane noBae siphume phandle, xa siphuma siqhatyelwe izandla ngabahlali kuthwe "Ncooooah man this is beautiful โ˜บ๏ธ๐Ÿ˜"

Ladies sigwazeni please. We love that, it's sexy ๐Ÿ˜๐Ÿ˜˜โค๏ธ

Mmmh
13/12/2022

Mmmh

20/04/2021
19/04/2021

Address

Phelindaba
Pretoria Central

Telephone

+27711010747

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when EZE, KEY posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share