09/05/2016
The harder they hit us the stronger we become....
Mandithathe elithuba ndibulele bonke abathi bafikelele kuthi ngendlela zokunxibelelwano nabo basenomdla...
Ndifuna nje ukuthi ndingu Mr Viwe Lwazi Lester Mashiyi awaziwa ngo Lester Mashiyi ndiyanithanda nonke kwaye ndicela nilungele ukufumana amathuba emisebenzi yethutyana eqala apha ngoJune ,ndinazise kwangethuba kuba ndifuna ningaphoswa ...
Ozithobileyo
V Mashiyi